Ndiyabulela Sekela-Mongameli ngenkcazelo yakho egabalala necace gca. Kodwa ke, ndinqwenela ukwazi ukuba kwezi ziphumo ezithe zafumaneka kolu phando, nolubonakala ngathi luya esiphelweni, ingaba zikhona kusini na iimpawu ezibonakalisa ukuba kuza kufuneka kubekho utshintsho kuMgaqo-nkqubo okanye kwiRegulatory Framework esinayo apha eMzantsi Afrika? Enkosi.
USEKELA MONGAMELI: Somlomo, olu phando lwenziweyo luncedise kakhulu ekuhloleni nasekuhlalutyeni izinga lokusebenza, yiyo loo nto ebangele ukuba namhlanje sikwazi ukulihlalutya izinga lokusebenza kwamasebe. (Translation of isiXhosa paragraphs follows.)
[Ms B N DAMBUZA: Thank you, Deputy President, for the clear and well- presented report. But I would like to know, in the findings of the research, which is at its final stage, whether there are any distinct signs that indicate a need to change our Constitution or the regulatory framework here in South Africa. Thank you.