Sihambe umgama wokuthi sityikitye isivumelwano kunye neenkonzo zalapha eMzantsi Afrika, iBhunga leeNkonzo, ukuze nazo iinkonzo zithabathe inxaxheba kunye neNdlu yeeNkokheli zeMveli. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[Ms P MAJODINA (Eastern Cape): We went to the extent of signing a contract with the SA Council of Churches so that the various denominations also participate in activities with the House of Traditional Leaders.]
I must also say that for youth development we have set aside money, but we have already employed 420 auxiliary community development practitioners, ACDPs, who are going to be our frontline officers in different wards. Out of our target of 1 000, we have already employed 420.
Simvile uMongameli esithi masibaqeshe abantu sidale imisebenzi. Owu, undiphazamisile Sihlalo! [Kwahlekwa.]
Kumcimbi wokulwa neziyobisi ...
USEKELA-SIHLALO WEBHUNGA LAMAPHONDO LESIZWE (Nks T C Memela): Lixesha mtakabawo ...