Ngokwezemidlalo, ihlabathi liyasivuma kwimidlalo ethile. Umzekelo, kwiqakamba, umbhoxo, ukudada, njalo njalo. Masinyuse izinga labathabatha inxaxheba apho, ingakumbi abantu abantsundu, siqinise kwabasetyhini kuba kufuneka sithabathe iindawo zethu kwihlabathi.