Thank you very much, Chair. Deputy President...
... ndifuna ukuqonda ukuba njengoko umbane nawo unyuke kangaka, ingaba urhulumente usabambelele kulaa mbane uzikhilowathi ezingama-50 indlu nganye? Ingaba awuzokunyuswa na laa mbane umntu awuphiwayo? [... since the electricity price has also increased this much, I would like to know whether the government will continue to subsidise each household with the free 50 kilowatts of electricity? Will that free electricity not be increased?]