Kungoko, kwakhona, kuvuselelwa iinkundla ezifana neenkundla zemiba yasemakhaya, kunye namacandelo okukhusela abantwana emapoliseni. Siyabambisana ke nalo iSebe loHlaliso loLuntu, apho kwakhiwa khona izindlu namakhaya okhuseleko kusakhelwa amakhosikazi nabantwana abaphatheke kakubi.