The ruling on that matter is that, as far as I have listened to the Deputy Minister, I did not hear him saying that the hon member is a pimp. That question is out of order.
UMBHEXESHI OYINTLOKO WEBHUNGA: Sekela-Sihlalo, Ndingathanda ukubuza uSekela- Mphathiswa - ziyeke wena ezi zibheke ecaleni izinto - ukuba ingaba ikho na intsebenziswano phakathi kwesebe lakhe nelikaMnu. Cwele malunga nalo mba walo mbuzo wethu. Ndibuza kuba abantu abaninzi bangena ngobuqhophololo ngezi ncwadi zibiweyo baze benze okungekuko oku bathi bakuzele apha eMzantsi Afrika. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)