Sihlalo ohloniphekileyo, Mongameli ohlonipheke kakhulu, Sekela Mongameli nabahlonipheki bonke, asikuko nokuba liwonga elikhulu ukuba ndithathe inxaxheba kule ngxoxo yentetho kaMongameli ngobume besizwe, kambe nokukhonza abantu besizwe sethu kukwanjalo. (Translation of isiXhosa paragraph follows.) [The MINISTER OF RURAL DEVELOPMENT AND LAND REFORM: Hon chairperson, His Excellency the President, the Deputy President and all the distinguished guests, it is not just a great honour for me to participate in this debate on the President's state of the nation address, but also to serve the people of our country.]