Owu, andisakhumbuli ke ngoku, kodwa ke into ebendiyibuza, Sihlalo, kukuba ... [Oh, I don't remember now, but what I was asking, Chairperson, is ...] ... is it parliamentary ... [Interjections.] ... ukuba uMphathiswa ohloniphekileyo abize ilungu lale Ndlu ngokuba yibharie? [... for the hon MEC to address the member of this august House as a "barie"?]