Sihlalo ohloniphekileyo. Kufuneka siwafundise amalungu emibutho ephikisayo ngomsebenzi weSebe leziMbiwa nezaMandla kunye neSebe lezaMashishini kaRhulumente, elinoxanduva lokusoloko lijonge ukuba ingaba isebe lenza kakuhle kusini na kwaye nemali isetyenziswa ngendlela efanelekileyo kwa-Eskom. Imibuzo ngo-Eskom necontract unit costs malunga nezibhambathiso mayithunyelwe kwisebe lezaMashishini kaRhulumente.
Umbuzo uthi: Mphathiswa, ingaba ilizwe lomZantsi Afrika likulungele kusini na...
English:
... to use coal cliff from tight mines?
IsiXhosa:
Ingaba ayizukuba neziphumo ezibi kwabo baxhomekeke kumalahle ukwenza ingeniso? Enkosi, Sihlalo.