Sihlalo Ohloniphekileyo, siyi-ATM siyasixhasa kakhulu esi sindululo sibekwe apha phambi kwethu yi-ANC, Mbhexeshi Oyintloko. Into esiyithethayo kwakhona sithi, uphando nzulu ngomntu lubalulekile kakhulu. Makuthi xa kuzakuqeshwa abantu kwizikhundla eziphezulu (critical posts) kuqinisekiswe ukuba uphando
nzulu lwenziwe. Izindululo zeSebe lezoKhuseleko loMbuso maziphunyezwe kwaye kuncanyathelwe kuzo ...
English:
... because, what we discovered is that sometimes they recommend and say...
IsiXhosa:
...makangathathwa lo mntu aze athi umphathi walo welo ziko ndizakwenza umngcipheko wokumthatha kwaye izakuba luxanduva lwam, athathwe ke loo mntu. Loo nto izala izinto ezifana nezi. Ngalo mazwi sithi libethwa kubekanye, libone. Siyasixhasa esi sindululo sithemba ukuba into enje ayizukuphinda yenzeke. Enkosi kakhulu.
IsiXhosa: