Sekela Sihlalo, ngomhla we-10 kweyoMsintsi kulo nyaka sikuwo, uMphathiswa weSebe lezeMpilo uGqirha Zweli Mkhize wayelapha kule Ndlu. Enye yezinto esathi sambuza ngazo, waze naye wazibophelela ukuba isebe lakhe liza kuzimisela kukusebenza nala maziko sithetha ngawo. Kaloku kwaye kwavela, kule Ndlu, umba wokuba kukho iibhedi ezingasasetyenziswayo kwizibhedlela zethu. UGqirha
Mkhize wathi isebe lakhe likulungele ukuba lithethathethane nesebe eli lenu ukuze iibhedi nezinye iimpahla zilungiswe kwaye zivuselelwe ngabachweli abakhubazekileyo ukuze ziphinde zisetyenziswe. Elo nyathelo liya kunika umsebenzi abantu abakhubazekileyo. Ingaba Mphathiswa seniqalile kusini na ukuncokola njengamalungu ekhabhinethi nesebe likaGqirha Mkhize?
The DEPUTY MINISTER IN THE PRESIDENCY FOR WOMEN, YOUTH AND PERSONS
WITH DISABILITIES: House Chairperson, we actually are having bilateral with all the nine key departments, the Department of Health is one of those, including even the Department of Trade and Industry and the Department of Economic Development because we do believe that no one government department can tackle this alone. We are even talking to the private sector with regard to the set asides, where people are exploring different things that they can do with us, so the question is when are we going to see the concrete projects coming out of this. We do believe that within the framework that we have already, it is possible to finalise some quick wings with the key departments like the Department of Health, Education, Trade and Industry, so that persons with disabilities could experience the change in their lives through the co-ordinated integrated framework of government that the Sixth administration is insisting upon.
We know we come from a history where each department could make a contribution even on issues of disabilities but I think we are the point now where we should be able to make some concrete bilaterals with other fellow departments that we can implement within a shorter period of time. Thank you.