Chair, the UDM supports the Budget Vote for Basic Education, but we would like to highlight one or two things.
Firstly, we want ...
... uMphathiswa angenza indlela yokuquka abazali nabahlali, ukuze abazali baboniswe ukubaluleka kwemfundo ebantwaneni nokubakhuthaza ukuba bathathe inxaxheba. Abantwana abangasebenziyo kodwa banezakhono nemfundo ephakamileyo bangathathwa ukuze bancedise kwezi zikolo zitsala emva.
Okwesibini, makuzanywe ukwakhiwa kweziseko eziluncedo nezophuhliso ezifana neendlela eziya kwizikolo ezisemaphandleni kuba ootitshala abakwazi kufika ngethuba ezikolweni. Xa iindlela zimanzi, iimoto azihambi, baze ootitshala bangakwazi ukuya kufika ezikolweni. Loo nto yenza ukuba abantwana bangakwazi ukunxibelelana nootitshala babo. (Translation of isiXhosa paragraphs follows.)
[... the hon Minister to make make a plan to involve parents and members of the community, so that parents can be shown the importance of education for their children and encourage them to participate. Unemployed youths with skills and tertiary qualifications can assist in schools that are performing poorly.
Secondly, there should be infrastructure development to develop roads to schools in rural areas because teachers do not arrive at school on time. When roads are wet, cars cannot move, and that renders teachers unable to go to school to teach children.]
Otherwise, we support the Vote. Thank you.