The Constitution is a racist Constitution, if that is what the hon Minister or Deputy Minister is saying. Then it is a racist Constitution!
Now I want to ask the hon Minister whether he wants to amend the Constitution to rectify the issue. Don't you think it is unjust to continue with this issue?]
UMPHATHISWA WEZABASEBENZI: Andiyicingi nokuyicinga loo ndebelefele uyidwabayo. [Kwahlekwa.] Bekumele ukuba abantu abamhlophe ngabona bayingcangcazelelayo nabayivuzela izinkcwe inkqubo yokukhawulelana nabo babengenamalungelo ngaphambili, kuba kwamanye amazwe ngabantu abaligcuntswana abaye benzelelelwe ngolu hlobo thina senzelela ngalo uninzi kweli lizwe. Besimelwe ke ngoko ukuba sisincamise, sisiphuze isandla soxolo esisinikwa yi-ANC. Oyena mntu ungazi kungena ezulwini nguwe, kuba izulu livulelwe bonke abantu, hayi abamhlophe, hayi abamnyana, hayi abatyheli. UYesu uyabamkela bonke kwisango lezulu. [Kwahlekwa.] (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[The MINISTER OF LABOUR: I do not even think about your ineffectual argument. [Laughter.] White people are supposed to be acknowledging and embracing the programme of redressing the imbalances of the past because in other countries only the minority groups are being catered for, unlike in our country where we focus more on the majority. We were therefore supposed to accept the olive branch the ANC is offering us. You are the one who will not enter God's Kingdom because God's Kingdom is open to everybody, black and white and not the yellow ones. Jesus welcomes them all into the gates of God's Kingdom. [Laughter.]]